Umona

Dj soso

0 fans

Dj soso


6:00
#2

 Watch: New Singing Lesson Videos Can Make Anyone A Great Singer

Ndivuka ek'seni ndinento ey'one engqondweni
Ingaba kutheni izifiso zam zingafezeki?
Ngalo lonke ixesha ndihlala ndisethembeni
Kodwa aph' ekuhlaleni band'zonda ndingazi nd'benzeni
Eyam ifamaly ndfun' uy'faka ezintweni
And'nzanga zodlala Jobe suk'endleleni
Xesha lam leli and'khathal noba kutheni
Ndivaya Nge pace ey'one
And'zo tshintshi strategy
Besivana izolo lamhlanjee asisabulisani
Ngenxa yezenzo zam zotshintsha ikhaya Lami
Ubusy uyas' compere.a then ubon asilingani
Bese uyandmonela uthetha ngegama lami
Intetho zabantu mna andizihoyanga umntu lutshaba lwakho ungambiza ngenyoka
Ucinga niyavana kanti yena uzakuphoxa
Akakufuni uk'bon' wonwabile ufuna ukudestroyer
Hayikee uhambe wrongo thina we were born to win
Ucinga usigqiba amandla kanti you motivating jonga ngoku syaspana every thing is changing
Naba bantu bas'thanda couse we entertaining

Ngulo mculo ndimenzayo
Yi vibe endiza nayo
Ngabantu abandthandayo
Wena njee into oyicingayo

Ngumona Ngumona

 Struggling with Umona? Become a better singer in 30 days with these videos!

Written by: Masonwabe Biyana, Okuhle Makhwezela

Lyrics © DistroKid

Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Discuss the Umona Lyrics with the community:

0 Comments

    Citation

    Use the citation below to add these lyrics to your bibliography:

    Style:MLAChicagoAPA

    "Umona Lyrics." Lyrics.com. STANDS4 LLC, 2024. Web. 8 May 2024. <https://www.lyrics.com/lyric-lf/5741941/Dj+soso/Umona>.

    Missing lyrics by Dj soso?

    Know any other songs by Dj soso? Don't keep it to yourself!

    Watch the song video

    Umona

    141
    0     0

    Browse Lyrics.com

    Quiz

    Are you a music master?

    »
    Devil Woman was a hit for Cliff Richard in what year?
    A 1978
    B 1975
    C 1977
    D 1976

    Free, no signup required:

    Add to Chrome

    Get instant explanation for any lyrics that hits you anywhere on the web!

    Free, no signup required:

    Add to Firefox

    Get instant explanation for any acronym or abbreviation that hits you anywhere on the web!

    Dj soso tracks

    On Radio Right Now

    Loading...

    Powered by OnRad.io


    Think you know music? Test your MusicIQ here!