Song parody of
Ngubani Na [Live]
by Women In Praise
Here's where you get creative! Use our cool song parody creator to make a totally new musical idea and lyrics for the Ngubani Na [Live] song by Women In Praise.
Simply click on any word to get rhyming words suggestion to use instead of the original ones. You may also remove or alter entire lines if needed — when you're done save your work and share it with our community — have fun!
Ngubani na ongafaniswa noJesu
Maye ngubani na ongafaniswa noJesu
Oh ngubani (Ngubani na)
Ongafaniswa Naye (Ongafaniswa noJesu)
Yebo ngubani (Ngubani na)
Ongafaniswa Naye (Ongafaniswa noJesu)
(Wadabul'amazulu)
Wafik'emhlabeni (Wahlel'emhlabeni ngob'ezonceda nje ibandla lakhe)
Simakade seZulu yeah (Wadabul'amazulu)
Wasuk'eZulwini, wayek'ubukhosi bakhe (Wahlel'emhlabeni)
Ngob'ezonceda nje ibandla lakhe
Wasibona siyek'feni uJehova (Wadabul'amazulu)
Wathi laba ngabami ngeke ngibayeke (Wahlel'emhlabeni)
Ngob'ezonceda nje ibandla lakhe)
Wadabul'amazulu ke (Wadabul'amazulu)
(Wehlel'emhlabeni ngob'ezonceda nje ibandla lakhe)
Wadabul'aMazulu
Wehlel'emhlabeni ngob'ezonceda nje ibandla lakhe
Wadabul'aMazulu
Wehlel'emhlabeni ngob'ezonceda nje isithandwa sakhe
Ngubani (Ngubani na)
Ngubani na, ongafaniswa (Ongafaniswa noJesu)
Ngubani na (Ngubani na)
Ngubani ongafaniswa (Ongafaniswa noJesu)
Hayibo ngubani na (Ngubani na)
Ongafaniswa nawe Nkosi yamakhosi (Ongafaniswa noJesu)
Ngubani, ngubani na (Ngubani na)
weJesu asimbonanga ofana nawe (Ongafaniswa noJesu)
Oh ngubani na
Ongafaniswa noJesu
Hayike ngubani, ungubani wena